View all English videos
Khan Academy
I-Khan Academy ngumanyano ozibona enobizo. Injongo ye-Khan Academy ayiyokuba yenze imali - yeyokuba yenze utshintsho oluhle kwimfundo elizweni kwaye yenze ukuba wonke umntu naphi na akwazi ufikelela kwimfundo ekumngangatho ophezulu njengowelizwe jikelele. Ngaphandle kwezi zisezantsi, ezinye i-video ezizoqobo ziyafumaneka kwinxuwa ye-Khan Academy. Ukufumana ii-video ezinawo namagama wolandela, yiya kwelinxuwa: https://www.khanacademy.org/contribute
Ukuba ufuna ukuzidibanisa nalento yenzwa yi-Khan Academy, yiya ku https://international.khanacademy.org
Inguqulo yezi-video usuka kwiSilungu uyotsho kwisiXhosa uyiphathelwe yiYunivesithi yaseKapa idibane no-Numeric kwaye no-ClickMaths.
Advocate: Adrian Cox
Email: info@clickmaths.org